Umika 6:15-16 Ibhayibhile (XHO96)

15. Uya kuba ngalima, tu isivuno.Uya kuwukhama wona umnqumakodwa ungaze ube nawo amafutha.Uya kuyixovula yona idiliya,kodwa soze usele wayini.

16. Kaloku ulandele imikhuba kaOmri,uhamba ngezenzo zendlu ka-Ahabhi.Ewe, uthene nca nezithethe zabo.Ngoko ke ndosuka ndikutshabalalise,abantu bakho bona babe yintlekisa.Uya kukuthwala ukungcikivwa kwabantu bam.”

Umika 6