Umika 5:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Kambe ke nawe, Bhetelehem yase-Efrata,udeleke unjalo kwizindlu zakwaJuda,kanti ke kwalapha kuwe ndiza kuvelisalowo uya kuba ngumlawuli kaSirayeli,omveli yakhe isukela kwamandulo,kwimihla yasephakadeni.”

Umika 5

Umika 5:1-11