13. Ndoyitshabalalisa imifanekiso eqingqiweyo neentsika zonqulo eziphakathi kwenu.Akuyi kuba saguqa kumsebenzi wezandla zakho.
14. Ndozincothula neentsika zika-Ashera phakathi kwenu;izixeko zakho zona ndizibhodloze.
15. Ndiya kuziphindezela ndinomsindo nengqumbokwezo zizwe zingandithobelanga.”