Umika 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Pinyalaza uncwine, ntombindini eyiZiyon,ube ngathi ngumfazi mhla ngenimba,kuba uyaphuma ngoku kwesi sixeko.Uza kuhlala empenge-mpengeni.Uza kuya kwelaseBhabheliapho uya kuhlangulwa khona.Uya kukhululwa nguNdikhoyo khona,akukhuphe esandleni seentshaba zakho.

Umika 4

Umika 4:1-13