Umika 2:9 Ibhayibhile (XHO96)

Niyabagxotha abafazi bakowethu,bemke emizini elibhongo labo.Abantwana babo nibohlutha intsikelelo yam,bangaze bayifumane naphakade.

Umika 2

Umika 2:4-13