Umika 1:4 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kunyathela iintaba zitsho zinyibilike,zibe ngathi ngumthwebeba emlilweni.Uya kunyathela iintili zitsho zimke,kube ngathi kuhl' iimpuphuma zamanzi ethambekeni –

Umika 1

Umika 1:1-13