Umatewu 9:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi esazithetha kubo uYesu ezi zinto, kwafika igosa *lendlu yesikhungo, laqubuda kuye, lathi: “Intombi yam isand' ukubhubha. Yiza, uyibeke isandla; iya kuphila.”

Umatewu 9

Umatewu 9:16-19