Umatewu 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Khaniye kufunisisa okokuba ithetha ukuthini na le ndawo eziBhalweni ithi: ‘Ndithanda inceba, andithandi mbingelelo.’ Ke mna andizanga kubiza malungisa, ndize kubiza aboni.”

Umatewu 9

Umatewu 9:9-16