Waza wathi kuye uYesu: “Lumka ungaxeleli bani. Hamba uye kuzibonisa kumbingeleli, wenze umnikelo wezo zinto uMosis wazimiselayo, ube bubungqina ebantwini bokuhlanjululwa kwakho.”