Umatewu 8:13 Ibhayibhile (XHO96)

Waza uYesu wathi kumphathi-butho: “Hamba ke; ngenxa yokuba ukholiwe, wokwenzelwa oko.” Saza saphila kwangelo xesha isicaka eso.

Umatewu 8

Umatewu 8:5-14