Umatewu 7:8-11 Ibhayibhile (XHO96)

8. kuba wonke umntu ocelayo uyazúza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uyavulelwa.

9. Ngubani na kuni onokuthi enonyana ocela isonka, asuke amnike ilitye;

10. okanye athi, akucela intlanzi, asuke amnike inyoka?

11. Ukuba ke ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi na ke yena uYihlo osezulwini ukugqithisa ukubapha okulungileyo abo bacelayo kuye?

Umatewu 7