Umatewu 7:12 Ibhayibhile (XHO96)

“Zonke izinto ke enifuna ukuba abantu bazenze kuni, yenzani ezikwanjalo nani kubo. Yiyo leyo ke intsingiselo *yomthetho kaMosis nomyalelo *wabashumayeli bamandulo.”

Umatewu 7

Umatewu 7:7-19