Umatewu 6:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ukuba iliso lakho alilunganga, umzimba wakho uphela woba sebumnyameni. Ke, ukuba ukukhanya okukuwe kububumnyama, koba mnyama kangakanani!”

Umatewu 6

Umatewu 6:15-27