Umatewu 6:1 Ibhayibhile (XHO96)

“Lumkani, okulungileyo enikwenzayo ningakwenzi phambi kwabantu ngenjongo yokuba banibone. Nákwenjenjalo aninamvuzo kuYihlo osezulwini.

Umatewu 6

Umatewu 6:1-8