Umatewu 5:33 Ibhayibhile (XHO96)

“Kananjalo nivile ukuba kwâthiwa kubantu bakudala: ‘Uze ungafungi buxoki. Xa uthe wasenza isifungo, uze ukwenze oko uthembise ngako phambi kweNkosi.’

Umatewu 5

Umatewu 5:31-43