Umatewu 4:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kuthe uYesu ehamba ngakuLwandle lwaseGalili wabona abantu ababini, uSimon, lo kuthiwa nguPetros, noAndreya, umninawe wakhe, bephosa umnatha elwandle, kuba babengabalobi.

Umatewu 4

Umatewu 4:11-25