Umatewu 4:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Waza uYesu wakhokelelwa entlango nguMoya, ukuba ahendwe ngumtyholi.

2. Uthe ke, ezile ukutya iintsuku ezimashumi mane, walamba ekupheleni kwazo.

3. Wafika umhendi, wathi kuye: “Ukuba unguye uNyana kaThixo, yitsho la matye abe zizonka.”

Umatewu 4