Umatewu 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

UYohane lo wayesambatha ingubo yoboya benkamela, abhinqe ngethwathwa. Ukutya kwakhe kwakuziinkumbi nobusi.

Umatewu 3

Umatewu 3:1-12