Umatewu 3:15 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uYesu wathi kuye: “Vuma okwangoku, kuba kusifanele thina ukwenjenjalo, ukuze senze konke okufunwa nguThixo.” Wavuma ke uYohane.

Umatewu 3

Umatewu 3:8-17