Umatewu 28:15 Ibhayibhile (XHO96)

Amajoni ayithatha loo mali, enza njengoko ayexelelwe. Eli bali ke lasasazwa kumaJuda kwada kwaba namhlanje.

Umatewu 28

Umatewu 28:14-20