Umatewu 27:54 Ibhayibhile (XHO96)

Umphathi-butho wamajoni, namajoni awayegade uYesu kunye naye, bathi bakubona ukunyikima komhlaba nokunye okwenzekayo, boyika kakhulu, besithi: “Inene, lo mntu ebenguNyana kaThixo.”

Umatewu 27

Umatewu 27:48-60