Umatewu 26:64 Ibhayibhile (XHO96)

Wamphendula uYesu wathi: “Nawe utsho. Ke ndithi kuni, ukususela ngoku niya kumbona uNyana woLuntu ehleli ewongeni kwaSomandla, nimbone esiza ngamafu ezulu.”

Umatewu 26

Umatewu 26:55-73