Umatewu 26:58 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uPetros wamlandela uYesu, ebekele kude, wada waya kungena eyadini yomzi wombingeleli omkhulu, wahlala phantsi ndawonye nezicaka, ukuze abone ukuba kuya kuphelela phi na.

Umatewu 26

Umatewu 26:56-67