Umatewu 26:42 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuya wemka, waya kuthandaza, esithi: “Bawo, ukuba le ntlungu ayinako ukudlula kum ndingathanga ndayiva, makwenzeke ukuthanda kwakho.”

Umatewu 26

Umatewu 26:35-47