Umatewu 26:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo xesha uYesu wathi kubo: “Ngobu busuku nonke niya kukhubeka ngenxa yam, kuba *iziBhalo zithi: ‘Ndiya kubulala umalusi, zichithakale iigusha.’

Umatewu 26

Umatewu 26:23-35