Umatewu 26:24 Ibhayibhile (XHO96)

Okunene yena *uNyana woLuntu uyemka, njengoko zitshoyo ngaye *iziBhalo; kodwa hayi loo mntu angcatshwa nguye uNyana woLuntu! Ngekumlungele loo mntu ukuba ebengazalwanga.”

Umatewu 26

Umatewu 26:22-26