Umatewu 26:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithi kuni, inene, naphi na apho zithe zavakaliswa khona ezi ndaba zimnandi kulo lonke ihlabathi, iya kuxelwa nayo le nto iyenzileyo yona, ibe sisikhumbuzo ngayo.”

Umatewu 26

Umatewu 26:4-17