Umatewu 25:45 Ibhayibhile (XHO96)

Wobaphendula ke athi: ‘Ndithi kuni, inene, ekubeni ningenzanga njalo nakumnye waba bangabona bancinane, anenzanga njalo nakum.’

Umatewu 25

Umatewu 25:42-46