Umatewu 24:2 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula wathi kubo: “Niyazibona zonke ezi zinto? Ndithi kuni, inene, akuyi kusala litye phezu kwelitye apha elingayi kudilizwa.”

Umatewu 24

Umatewu 24:1-4