Umatewu 23:29 Ibhayibhile (XHO96)

“Mawoo, nina bachazi-mthetho nani *baFarasi, mamenemenendini! Nakha amangcwaba *abashumayeli, nizihombise iindawo zokufihlwa kwamalungisa.

Umatewu 23

Umatewu 23:28-39