Umatewu 23:27 Ibhayibhile (XHO96)

“Mawoo, nina bachazi-mthetho nani baFarasi, mamenemenendini! Nifana namangcwaba avetiweyo, ambonakalo intle, kanti ngaphakathi azele ngamathambo ezidumbu nako konke okungcolileyo.

Umatewu 23

Umatewu 23:18-32