Umatewu 22:45-46 Ibhayibhile (XHO96)

45. “Ukuba uDavide uthi uKrestu yiNkosi, angathini na ukuba ngunyana wakhe?”

46. Akubangakho namnye unako ukuphendula nelizwi eli; kwathi, ukususela kuloo mini, akwaba sabakho bani unesibindi sakumbuza nento le.

Umatewu 22