Umatewu 22:13 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ukumkani wathi kwizicaka: ‘Mbopheni izandla neenyawo, nimphose phandle ebumnyameni lee, apho kuya kubakho ukulila nokungcungcutheka.’

Umatewu 22

Umatewu 22:12-21