Umatewu 21:34 Ibhayibhile (XHO96)

Lakufika ixesha lokuvuthwa kweziqhamo, wathumela izicaka zakhe kwabo balimi, ukuze amkele esakhe isabelo eziqhameni zesidiliya eso.

Umatewu 21

Umatewu 21:24-35