Umatewu 20:21 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu wathi kuye: “Ufuna ntoni?”Wathi yena: “Ndicela ukuba aba nyana bam babini ubanike ezona zikhundla ziphezulu xa wena ungukumkani.”

Umatewu 20

Umatewu 20:12-25