besithi: ‘La madoda afike mva asebenza nje ixeshana, kanti wena uwamkelise ngokulingana nathi, thina esibulaleke kangaka ngumsebenzi, sitshiswa lilanga imini yonke!’