Umatewu 2:9 Ibhayibhile (XHO96)

Zakuba zimvile ukumkani, iingcali zahamba; nantso inkwenkwezi leyo zayibonayo empumalanga, izikhokela, de yaya kuma phezu kwendawo abekuyo umntwana lowo.

Umatewu 2

Umatewu 2:5-16