Umatewu 2:22 Ibhayibhile (XHO96)

UJosefu akuva ukuba uArkelawo ungukumkani kwelakwaJuda esikhundleni sikayise uHerode, woyika ukuya khona; wathi, eyalelwe nguThixo ephupheni, wemka waya kwiphondo laseGalili,

Umatewu 2

Umatewu 2:15-23