Umatewu 19:21 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukufeza konke ngokupheleleyo, hamba uye kuzithengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu imali leyo; woba nobutyebi ezulwini; uze kum ke, undilandele.”

Umatewu 19

Umatewu 19:12-27