Umatewu 19:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Wathi uYesu akugqiba ukuwathetha la mazwi, wemka eGalili, wafika kwimida yelakwaJuda, phesheya kweJordan.

2. Walandelwa yinkitha yabantu, wabaphilisa.

Umatewu 19