Umatewu 18:6 Ibhayibhile (XHO96)

“Othe wakhubekisa nokuba mnye waba bancinane bakholwayo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila entanyeni, antywiliselwe enzonzobileni yolwandle.

Umatewu 18

Umatewu 18:5-8