Umatewu 15:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwafika *abaFarasi nabachazi-mthetho kuYesu, bevela eJerusalem, bambuza besithi:

2. “Kutheni abafundi bakho bengasilandeli nje isithethe samanyange, le nto batya isonka ngezandla ezingahlanjwanga?”

Umatewu 15