Umatewu 13:44 Ibhayibhile (XHO96)

“Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nobutyebi obufihlwe entsimini, waza ubani wabubhaqa, wabugqumelela kwakhona, wathi, evuya kakhulu, waya kuthengisa konke anako, wayithenga loo ntsimi.”

Umatewu 13

Umatewu 13:39-45