Ngokwenjenjalo wakuzalisekisa okwathethwayo *ngumshumayeli esithi:“Ndiya kuthetha ngemizekeliso,ndizityhile izinto ezazifihlakele kwasekusekweni kwehlabathi.”