UYesu wabenzela nomnye umzekeliso, esithi: “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswaOkanye: “Ubukumkani bezulu bunokufaniswa” negwele awalithathayo umfazi, walixovulela kumgubo ozizitya ezithathu, laza layinyusa intlama.”