Umatewu 12:32 Ibhayibhile (XHO96)

Othe wathetha ilizwi elichasene naye *uNyana woLuntu uya kuxolelwa, kodwa othe wathetha elichasene noMoya oyiNgcwele akayi kuxolelwa kweli phakade nakwelizayo.”

Umatewu 12

Umatewu 12:30-33