Umatewu 11:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwathi uYesu akugqiba ukubayalela abafundi bakhe abalishumi elinambini, wemka apho, waya kushumayela kwiidolophu zalapho.

2. UYohane, esentolongweni, weva ngemisebenzi kaKrestu, waza wathumela abafundi bakhe,

3. ukuba babuze kuye, bathi: “Ungulowo uzayo na wena, okanye masilinde omnye?”

Umatewu 11