Umatewu 10:22 Ibhayibhile (XHO96)

Niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam. Ke lowo unyamezelayo kude kube sekupheleni wosindiswa.

Umatewu 10

Umatewu 10:15-29