Umatewu 1:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuzalwa kukaYesu Krestu kwakungolu hlobo: UMariya, unina, wayesendela kuJosefu, bengekatshati, kwabonakala ukuba uMoya oyiNgcwele wenze ukuba abe nzima.

Umatewu 1

Umatewu 1:12-20