Umarko 9:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kwabakho ilifu elibagubungelayo, kwavakala nelizwi livela efini apho, lisithi: “Lo nguNyana wam endimthandayo; yivani yena.”

Umarko 9

Umarko 9:1-11